Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UMASPALA WENGINGQI YEBHOBHOFOLO - IINKONZO: IINKONZO ZIKAMASPALA
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Amanzi Nombane Asimahla
URhulumente udize iinjongo zakhe zokubonelela ngeenkonzo zamanzi kunye nezombane ezingundoqo nezisimahla kubantu bonke. Kukwakho nenyathelo lokubonelela ngeenkonzo ezisimahla zococeko.  > 
Beaufort West Basic Municipal Services (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Municipality provides the following basic services for the Beaufort West, Merweville and Nelspoort communities:refuse removal, electricity, water, sewerage service, rates collection, traffic and parking, drainage, building plan approval.  > 
Local Government Responsibilities (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Constitution states the local municipalities are responsible for the following:beaches and amusement facilities, billboards and the display of advertisements in public places, cemeteries, funeral parlours and crematoria, cleansing, control of public nuisances, control of undertakings that sell liquor to the public, facilities for the ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMeyi 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo